Inguqulelo ka stranger in isiXhosa

stranger

umntu ongamaziyo

Ubizo-magama /strayn-juh/

isibizoPlural strangers

  • 1

    umntu ongamaziyo
    umntu wasemzini
    Don't accept lifts from strangers Ungabokuvuma ukukhweliswa ngabantu ongabaziyo
    I am a stranger in this town, and I am lost Ndingowasemzini kule dolophu kwaye ndilahlekile