Inguqulelo ka substitute in isiXhosa

substitute

-bamba

Ubizo-magama /sub-sti-tyoot/

isenzisubstituted, substituting

  • 1

    -bamba
    -bambela
    -sebenzisa endaweni
    We can substitute butter with margarine Singasebenzisa imajarina endaweni yebhotolo

isibizo

  • 1

    ilalela
    Our goalkeeper is injured and we need a substitute Unozinti wethu ulimele ngoko ke sifuna ilalela