Inguqulelo ka such in isiXhosa
such
kakhulu
Ubizo-magama /sutsh/
iceba
1
kakhulukangakokangangokubaIt's such a good film that I watched it three times — Yifilim emnandi kakhulu kangangokuba ndayibukela izihlandlo ezithathuYou gave me such a fright! — Undothuse kakhulu2
-njalo-njenga-There is no such thing as a ghost — Akukho nto injengesiporho