Inguqulelo ka surely in isiXhosa

surely

ngokuqinisekileyo

Ubizo-magama /shoor-lee/

isihlomelo

  • 1

    ngokuqinisekileyo
    This will surely cause trouble Ngokuqinisekileyo oku kuza kubangela inkathazo
  • 2

    ngenene
    ngokuqinisekileyo
    Surely you don't believe that! Ngenene akuyikholelwa loo nto!