Inguqulelo ka syllable in isiXhosa

syllable

ilungu legama

Ubizo-magama /sil-uh-buhl/

isibizoPlural syllables

inzululwazi geelwimi

  • 1

    ilungu legama
    The word "abafana" (boys) has four syllables (a-ba-fa-na) Igama elithi "abafana" linamalungu amane (a-ba-fa-na)
    • a word or part of a word that includes one vowel sound
    • igama okanye ilungu legama eliquka ivaweli enye