Inguqulelo ka take off in isiXhosa

take off

-suka

  • 1

    (leave the ground, as an aeroplane does)
    -suka
    Fasten your seat-belt before the plane takes off Bopha iibhanti zakho phambi kokuba inqwelomoya isuke
  • 2

    (clothes)
    -khulula
    I took my coat off Ndikhulule idyasi yam