Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tap in isiXhosa

: tap1tap2

tap1

-qhwetha

Ubizo-magama /tap/

isenzitapped, tapping

  • 1

    -qhwetha
    -krweca
    -chwetha
    My friend tapped me lightly on the shoulder Umhlobo wam undiqhwethe kancinane apha egxalabeni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tap in isiXhosa

: tap1tap2

tap2

itephu

Ubizo-magama /tap/

isibizoPlural taps

  • 1

    itephu
    impompo
    Turn the tap on Vula itephu
    Turn the tap off Vala itephu