Inguqulelo ka testicle in isiXhosa

testicle

isende

Ubizo-magama /tess-tik-kuhl/

isibizoPlural testicles

  • 1

    isende
    itapile
    ityhalarha
    The male cells needed in reproduction are produced in the testicles of male animals Iiseli zesini sesiduna ezifuneka ekuzaleni zidaleka emasendeni

Usetyenziso

'Itapile' in this sense and 'ityhalarha' are both 'hlonipha' words. See the note at '-hlonipha' on the isiXhosa-English side.