Inguqulelo ka thing in isiXhosa

thing

into

Ubizo-magama /thing/

isibizoPlural things

  • 1

    into
    There's a blue thing on the table Kukho into eluhlaza etafileni
    She had told me two things Undixelele izinto ezimbini
  • 2

    iimpahla
    izixhobo
    izinto
    Bring your soccer things Yiza neempahla zakho zesoka