Inguqulelo ka through in isiXhosa

through

suitable verb + locative

Ubizo-magama /throo/

isihlomelo & preposition

  • 1

    suitable verb + locative
    The road goes through the Karoo Indlela inqumla eKharu
  • 2

    suitable verb + nga-
    You can see through glass Unakho ukubona ngeglasi
    We ran through the open door Sabaleka saphuma ngomnyango ovulekileyo
  • 3

    (by means of)
    nga-
    She got to university through hard work Waya eYunivesithi ngokusebenza nzima
  • 4

    -onke
    He studied through the night Wafunda ubusuku bonke
    → Synonym of throughout