Inguqulelo ka throw in isiXhosa

throw

-gibisela

Ubizo-magama /throh/

isenzithrew, throwing, thrown

  • 1

    -gibisela
    -phosa
    -jula
    -tshukutshela
    Throw the ball to me! Phosa ibhola kum!
    Don't throw stones at my dog Musa ukugibisela inja yam ngamatye
  • 2

    -wisa
    She threw the towel onto the floor Wayiwisa itawuli phantsi