Inguqulelo ka together in isiXhosa

together

kunye

Ubizo-magama /tuu-geth-uh/

isihlomelo

  • 1

    kunye
    -onke
    Stick two pages together Ncamathisela amaphepha amabini kunye
    We all work together Sonke sisebenza kunye
    Add the numbers together Dibanisa amanani onke
  • 2

    ngaxeshanye
    kunye
    Don't all talk together Musani ukuthetha ngaxeshanye