Inguqulelo ka trade in isiXhosa

trade

-rhweba

Ubizo-magama /trayd/

isenzitraded, trading

  • 1

    -rhweba
    South Africa trades with countries all over the world UMzantsi Afrika urhweba namazwe kulo lonke ihlabathi

isibizo

  • 1

    urhwebo
    Trade between South Africa and the rest of Africa is growing Urhwebo phakathi koMzantsi Afrika neAfrika yonke luyakhula