Inguqulelo ka true in isiXhosa

true

-yinyani

Ubizo-magama /troo/

isiphawuli

  • 1

    -yinyani
    -yinene
    Is that story true or did you make it up? Ngaba elo bali liyinyani okanye uliqwebile?
  • 2

    -enyani
    -enene
    She has found true love Ufumene uthando lokwenene