Inguqulelo ka trunk in isiXhosa

trunk

isikhondo

Ubizo-magama /trungk/

isibizoPlural trunks

  • 1

    isikhondo
    the trunk of a tree isikhondo somthi
  • 2

    umboko
    An elephant reaches for food with its trunk Indlovu ifikelela ekutyeni ngomboko wayo
  • 3

    itranki
    Pack your clothes in the trunk Pakisha impahla yakho etrankini