Inguqulelo ka TV in isiXhosa

TV

umabonakude

Ubizo-magama /tee-vee/

isifinyezo

ngokungekho sikweni

  • 1

    umabonakude
    i-TV ngokungekho sikweni
    ithivi ngokungekho sikweni
    Have you switched the TV on? Umlayitile umabonakude?
    We are watching TV Sibukele umabonakude