Inguqulelo ka uncle in isiXhosa

uncle

umalume

Ubizo-magama /ung-kuhl/

isibizoPlural uncles

  • 1

    (maternal uncle, i.e. the brother of a person's mother)
    umalume
    my uncle umalume wam
    your uncle umalume wakho
  • 2

    (paternal uncle, i.e. the brother of a person's father)
    utatomncinci
    ubawokazi
    utatomdala
    my (junior) uncle utatomncinci
    my (senior) uncle utatomdala
    your (junior) uncle uyihlomncinci
    his (senior) uncle uyihlomdala

Usetyenziso

In isiXhosa, there is no word that means exactly the same as the English 'uncle'. We have included some of the names for uncles here.