Inguqulelo ka uncommon in isiXhosa

uncommon

-ngaqhelekanga

Ubizo-magama /un-kom-on/

isiphawulimore uncommon, most uncommon

  • 1

    -ngaqhelekanga
    -nqabile(yo)
    This type of bird is uncommon Olu didi lwentaka aluqhelekanga
    She has an uncommon surname Unefani enqabileyo