Inguqulelo ka union in isiXhosa

union

imvisiswano

Ubizo-magama /yoo-ni-uhn/

unions

  • 1

    imvisiswano
    A marriage is a union of two people Umtshato yimvisiswano yabantu ababini
  • 2

    umanyano
    The African Union is an organisation of 53 countries UManyano lweAfrika ngumbutho wamazwe angama-53
  • 3

    (trade union)
    umbutho wabasebenzi
    iyuniyoni ngokungekho sikweni
    → See trade union