Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika variable in isiXhosa

: variable1variable2

variable1

into etshintshayo

Ubizo-magama /vair-i-uh-buhl/

isibizoPlural variables

  • 1

    into etshintshayo
    izinto ezichaphazelekayo
    It is difficult to estimate the cost of the building because there are many variables Kunzima ukuqikelela ixabiso lesakhiwo kuba zininzi izinto ezitshintshayo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika variable in isiXhosa

: variable1variable2

variable2

-guquguquka(yo)

Ubizo-magama /vair-i-uh-buhl/

isiphawulimore variable, most variable

  • 1

    -guquguquka(yo)
    -tshintsha(yo)
    We expect variable weather, with sunny periods and some rain Silindele imozulu eguquguqukayo, enelanga elimana livela kwanemvula