Inguqulelo ka visualise in isiXhosa

visualise

-thelekelela

(visualize)

Ubizo-magama /vizh-uu-uhl-ize/

isenzivisualised, visualising

  • 1

    -thelekelela
    -cingela
    ukuzenzela umfanekiso engqondweni
    It's hard to visualise my parents as teenagers Kunzima ukuzenzela umfanekiso engqondweni wabazali bam ngethuba besebatsha