Inguqulelo ka volume in isiXhosa

volume

umthamo

Ubizo-magama /vol-yoom/

isibizoPlural volumes

  • 1

    umthamo
    "What is the volume of the water tank?" "It takes 300 litres." "Uthini umthamo wamanzi etanki?" "Ithatha ama-300 eelitha."
  • 2

    umqulu
    Intyila-lwazi sinemiqulu elishumi
  • 3

    ivolyum
    umphakamo wesandi
    Turn up the volume on the radio Nyusa ivolyum yerediyo
  • 4

    umthamo
    ubungakanani
    We expect large volumes of traffic Silindele umthamo wezithuthi ophezulu endleleni