Inguqulelo ka waist in isiXhosa

waist

isinqe

Ubizo-magama /wayst/

isibizoPlural waists

  • 1

    isinqe
    Fasten your belt around your waist Bophelela ibhanti lakho esinqeni

Usetyenziso

Don't confuse 'waist' with 'waste'.