Inguqulelo ka what in isiXhosa

what

-bani?

Ubizo-magama /wot/

isimelabizo & iceba

  • 1

    -bani?
    -ni?
    -ntoni?
    What is your name? Ungubani igama lakho?
    What is the time? Ngubani ixesha?
    What will you do? Uza kwenza ntoni?
    What happened? Kwenzeka ntoni?
  • 2

    -ntoni
    into
    Tell me what to do Ndixelele ukuba ndenze ntoni
    I know what you want Ndiyayazi into oyifunayo
  • 3

    (what kind of)
    -phi?
    What music do you like? Ngowuphi umculo owuthandayo?
  • 4

    -njani
    -ngaka
    What a surprise! Esinjani isothuso!