Inguqulelo ka whether in isiXhosa

whether

ukuba

Ubizo-magama /weth-uh/

isihlanganisi

  • 1

    ukuba
    Anna asked whether I was ready UAnna wabuza ukuba ndandise ndilungile na
  • 2

    nokuba
    I don't know whether to believe her or not Andazi nokuba ndimkholelwe na okanye hayi

Usetyenziso

Don't confuse 'whether' with 'weather'.