Inguqulelo ka wild in isiXhosa

wild

-asendle

Ubizo-magama /wile-d/

isiphawuliwilder, wildest

  • 1

    -asendle
    We do see wild animals in the mountains, mainly hares, baboons, and bushbuck Siyazibona izilwanyana zasendle ezintabeni, ikakhulu imivundla, iimfene neembabala
  • 2

    -asendle
    Wild plants grow in the veld Izityalo zasendle zikhula ezindle
  • 3

    -ndlongondlongo
    -krwada
    Those boys are wild and noisy Loo makhwenkwe andlongondlongo, anengxolo