Inguqulelo ka wildlife in isiXhosa

wildlife

izilwanyana zasendle

Ubizo-magama /wyld-life/

isibizo

  • 1

    izilwanyana zasendle
    Examples of South African wildlife are porcupines, lions, and tortoises Imizekelo yezilwanyana zasendle zaseMzantsi Afrika ziincanda, iingonyama namafudo