Inguqulelo ka without in isiXhosa

without

ngaphandle kwa-

Ubizo-magama /with-owt/

preposition

  • 1

    ngaphandle kwa-
    Please don't go without me Nceda ungahambi ngaphandle kwam
  • 2

    He left without saying goodbye Wemka engabulisanga