Inguqulelo ka would in isiXhosa

would

Ubizo-magama /wuud/

isenzi

  • 1

    If I had won the Lotto, I would buy this house Ukuba bendiyiwinile iLotto, bendiya kuthenga le ndlu
  • 2

    (with polite requests)
    -cela
    Would you come in, please? Ndicela ungene
  • 3

    (used with "like" or "love")
    -funa
    -nga thanda
    Would you like some coffee? Uyayifuna ikofu?
    I would love to go to Qolorha Ndingathanda ukuya eQolorha