Inguqulelo ka -amkeleka ingesiNgesi:

-amkeleka

be accepted

isenzi + isenzeka

  • 1

    be accepted
    Emva kwemibuzo embalwa isicelo sam samkeleka After a few questions, my request was accepted
  • 2

    be welcomed
    Mnumzana Linge, wamkelekile kwisikolo iSontaba Mr Linge, you are welcomed to Sontaba school