Inguqulelo ka -azisa ingesiNgesi:

-azisa

introduce

isenzi + isenzisa

  • 1

    introduce
    UMongezi uza kwazisa isithethi sembeko Mongezi will introduce the guest speaker
  • 2

    inform
    Sabazisa abazali ngempilo yomntwana wabo We informed the parents about the health of their child
  • 3

    announce
    declare
    Siza kwazisa amagama abaphumeleleyongokuhlwanje We'll announce the winners' names tonight