Inguqulelo ka -beka ingesiNgesi:

-beka

put

isenzi

  • 1

    put
    place
    Beka loo mbiza phantsi Put that pot down
  • 2

    respect
    Khumbula ukubeka uyihlo nonyoko Remember to respect your father and your mother