Inguqulelo ka -bonakala ingesiNgesi:

-bonakala

seem

isenzi + isenzela + isenzeka

  • 1

    seem
    appear
    Ubonakala ezolile He seems to be calm
  • 2

    be clear
    be visible
    Kwakubonakala ukuba uSango unomsindo It was clear that Sango was angry
  • 3

    show
    Umsindo wakhe uyabonakala Her anger shows