Inguqulelo ka -enza ingesiNgesi:

-enza

make

isenzi

  • 1

    make
    UNomthinjana wenza amacici amahle Nomthinjana makes beautiful earrings
  • 2

    do
    Wenza umsebenzi onjani? What kind of work does he do?
  • 3

    build
    construct
    Ukumkani uSolomon wenza inqanawa kuLwandle oluBomvu King Solomon built a boat at the Red Sea
  • 4

    form
    formulate
    Abafundi ngoku benza imibuzo bezama ukufumana ulwazi Students formed questions to try and get knowledge
  • 5

    create
    Wenza umhlaba, waze wayalela umhlaba ukuba uvelise imithi He created the earth and instructed it to produce trees