Inguqulelo ka -enziwa ingesiNgesi:

-enziwa

be made

isenzi + isenziwa

  • 1

    be made
    Ngaphezulu kuchophe isuthikheyisi, yenziwe ngesikhumba senkomo On top there is a suitcase, it's made from cowhide
  • 2

    be done
    Ayindothusi le nto yenziwe yintombi kaZazile What has been done by Zazile's daughter does not surprise me
  • 3

    be built
    Kukho idolophu yenziwe ngamatye eyayibizwa ngokuba yiMatyeni There is a town that was built with rocks, known as Matyeni