Inguqulelo ka -faka ingesiNgesi:

-faka

put in

isenzi

  • 1

    put in
    insert
    Wayifaka ileta kwimvulophu wayivala He put the letter in the envelope and closed it
  • 2

    score
    Umdlali wombhoxo ufake amanqaku ali-15 The rugby player scored 15 points
  • 3

    wear
    put on
    Ezinyaweni ufaka izihlangu zokubaleka On his feet, he wears running shoes
  • 4

    include
    Umfundi ufaka iingongoma eziphambili ezimbalwa The learner includes a few main ideas
  • 5

    Nceda, faka unyana wam kwesi sithuba Please, employ my son in this position