Inguqulelo ka -fihla ingesiNgesi:

-fihla

hide

isenzi

  • 1

    hide
    conceal
    Nabo banolwazi balufihla They too have knowledge that they are hiding
  • 2

    bury
    Abazali bakhe baza kufihla umntwana wabo kufutshane nelali yabo The parents will bury their child near their village