Inguqulelo ka -guqula ingesiNgesi:

-guqula

change

isenzi

  • 1

    change
    adapt
    alter
    Guqula ezi zivakalisi zibe yintetho-ngqo Change the following sentences into indirect speech
  • 2

    transform
    turn (something) around
    UMandela waguqula izinto Mandela turned things around
  • 3

    translate
    Umfundisi John Knox Bokwe waguqula iingoma ezine zesiNgesi wazibhala ngesiXhosa Rev. John Knox Bokwe translated four English songs into isiXhosa