Inguqulelo ka -hamba ingesiNgesi:

-hamba

walk

isenzi

  • 1

    walk
    Hamba apha emva kwam Walk here behind me
  • 2

    go
    Hamba kakuhle sihlobo sam Go well, my friend
  • 3

    travel
    Bahamba iintsuku ezintathu phambi kokufika esitishini saseKapa They travelled for three days before arriving at Cape Town station
  • 4

    leave
    depart
    Hamba ngoku, goduka! Leave now, go home!