Inguqulelo ka -hlamba ingesiNgesi:

-hlamba

wash

isenzi

  • 1

    wash
    Hlamba izandla phambi nasemva kokuphatha ukutya Wash your hands before and after you touch food
    Ngokuhlwa bahlamba iimpahla zabo, bapolishe izihlangu In the evening they washed their clothes and polished their shoes
  • 2

    bath
    Nongxaki, hlamba uye esikolweni Nongxaki, bath and go to school
  • 3

    menstruate
    have a period