Inguqulelo ka -hlaziya ingesiNgesi:

-hlaziya

revise

isenzi

  • 1

    revise
    review
    Hlaziya igrama efundwe kumabanga angaphambili Revise the grammar that was learnt in the previous grades
  • 2

    renew
    restore
    refresh
    Babefuna ukuhlaziya umtshato ngokutsha They wanted to renew their marriage vows