Inguqulelo ka -hlekisa ingesiNgesi:

-hlekisa

cause to laugh

isenzi + isenzisa

  • 1

    cause to laugh
    make laugh
    Wena uyandihlekisa You make me laugh
  • 2

    make fun of
    Xa aba bantwana behlekisa ngaye uYehova, bobufumana phi obabo ubulumko? If children make fun of Jehovah, where will they get their wisdom from?
  • 3

    be amusing
    Iyahlekisa intombi endiyibonileyo ebhasini kusasa The girl that I saw on the bus this morning is amusing

Usetyenziso

This verb is often followed by 'nga-'.