Inguqulelo ka -hlela ingesiNgesi:

-hlela

edit

isenzi

  • 1

    edit
    Hlela uze ujonge umsebenzi ukuba ubhalwe ngokuchanekileyo Edit it, and check if the work is written accurately
  • 2

    arrange
    organise
    Hlela ulwazi ngokulandelelanisa kakuhle Organise your knowledge in an ordered manner
  • 3

    sort
    separate
    Hlela ama-apile kwiibhokisi ezimbini Sort the apples into two boxes