Inguqulelo ka -hlolwa ingesiNgesi:

-hlolwa

be examined

isenzi + isenziwa

  • 1

    be examined
    Umntu ofuna ukuqhuba imoto makahlolwe kuqala Someone who wants to drive a car must be examined first
  • 2

    be inspected
    be checked
    Inyama iyahlowa phambi kokuthengiswa ezivenkileni The meat is inspected before being sold in the shops
  • 3

    be assessed
    Abafundi bahlolwa ekwazini kwabo ukwenza uqwalaselo lobunzululwazi The learners are assessed in their ability to make scientific observations