Inguqulelo ka -hluza ingesiNgesi:

-hluza

distinguish

isenzi

  • 1

    distinguish
    Hluza phakathi kwenyaniso nobuxoki Distinguish between the truth and lies
  • 2

    strain
    filter
    Hluza isuphu ususe izigaqa Strain the soup to remove the lumps