Inguqulelo ka -jongwa ingesiNgesi:

-jongwa

be looked at

isenzi + isenziwa

  • 1

    be looked at
    Yonke into kufuneka ijongwe ngeliso elibukhali Everything must be looked at with a sharp eye
  • 2

    be examined
    Yonke into ejongwa ngutitshala iyakuba namanqaku ayo Everything that is examined by the teacher will be given marks