Inguqulelo ka -lahleka ingesiNgesi:

-lahleka

get lost

isenzi + isenzeka

  • 1

    get lost
    become lost
    Waxakeka umhambi, walahleka kweso sithuba The traveller got confused and that's when he got lost
  • 2

    disappear
    Walahleka loo mini uNxele, wabuya emva kweeveki ezimbini Nxele disappeared on that day, and came back after two weeks
  • 3

    be lost
    Izihlangu zam zilahlekile My shoes are lost