Inguqulelo ka -lungela ingesiNgesi:

-lungela

be good for

isenzi + isenzela

  • 1

    be good for
    be fine for
    be right for
    Imali ilungele izinto zonke Money is good for everything
  • 2

    be fit for
    be suitable for
    Izilwanyana zilungele iimeko ezithile The animals are fit for certain conditions
  • 3

    be ready
    Lususe unyawo lwakho xa injini ivakala ukuba ilungele ukuhamba Remove your foot when the engine feels ready to go