Inguqulelo ka -ma ingesiNgesi:

-ma

stand

isenzi

  • 1

    stand
    Yima apha Stand here
  • 2

    wait
    Yima apha ke dadewethu mna ndiza kungena So wait here my sister, I will go inside
  • 3

    stop
    pause
    halt
    Ndimi, ingaba ukhona onombuzo? I am pausing, is there anyone who has a question?
  • 4

    stand for
    stand in place of
    substitute
    Ndimi endaweni kadadewethu, uPhumela I am standing in for my sister, Phumela