Inguqulelo ka -ngenwa ingesiNgesi:

-ngenwa

be entered

isenzi + isenziwa

  • 1

    be entered
    Tsala umoya ukuze imiphunga ingenwe ngumoya Breathe in so that air comes into your lungs
  • 2

    be entered
    be possessed
    Andazi wangenwa yintoni la mntwana I don't know what got into that child
    Wangenwa nguSathana He was possessed by Satan